Inguqulelo ka umdlalo ingesiNgesi:

umdlalo

game

isibizo (class 3, isininzi imidlalo)

  • 1

    game
    match
    Uthe lo mfo masidlale umdlalo webhola ekhatywayo The man said we should play a game of soccer
  • 2

    idrama
    play
    Abafundi mababhale umdlalo omalunga nabaguli abalele esibhedlele Learners must write a play about patients in a hospital