Inguqulelo ka umenzi ingesiNgesi:

umenzi

maker

isibizo (class 1, isininzi abenzi)

  • 1

    maker
    creator
    Umenzi wezihlangu walungisa isihlangu sam The shoemaker fixed my shoe
  • 2

    manufacturer
    Baninzi abenzi beempahla eMnambithi There are several clothing manufacturers in Ladysmith