Inguqulelo ka umlungu ingesiNgesi:

umlungu

a white person

isibizo (class 1, isininzi abelungu)

  • 1

    a white person
    Umlungu waseBhayi wazithengela ifama ngaseKnysna The white person from Port Elizabeth bought himself a farm near Knysna