Inguqulelo ka ummangaliso ingesiNgesi:

ummangaliso

surprise

isibizo (class 3, isininzi imimangaliso)

  • 1

    surprise
    amazing thing
    astonishing thing
    Ummangaliso kukuthi shwaka komhambi The amazing thing was the disappearance of the visitor