Inguqulelo ka umona ingesiNgesi:

umona

envy

isibizo (class 1a)

  • 1

    envy
    jealousy
    Le nto intle kangaka yabanga umona kwabanye abantu This extremely beautiful thing caused jealousy amongst the other people