Inguqulelo ka unobhala ingesiNgesi:

unobhala

secretary

isibizo (class 1a, isininzi oonobhala)

  • 1

    secretary
    clerk
    Unobhala uya kuninika amaphetshana abonisa ukuba nibhalisiwe The clerk will give you papers as proof of registration