Inguqulelo ka unxibelelwano ingesiNgesi:

unxibelelwano

communication

isibizo (class 11)

  • 1

    communication
    Kufuneka unxibelelwano lungaqhawuki phakathi kwenu There must not be a breakdown in communication between you
  • 2

    connection
    link
    Xoxa ngonxibelelwano phakathi kobuhlwempu nobulwelwe Discuss the connection between poverty and poor health