Inguqulelo ka usihlalo ingesiNgesi:

usihlalo

chairperson

isibizo (class 1a, isininzi oosihlalo)

  • 1

    chairperson
    Usihlalo wanyulwa phakathi kwabathunywa The chairperson was elected from amongst the delegates