Inguqulelo ka usiyazi ingesiNgesi:

usiyazi

witchdoctor

isibizo (class 1a, isininzi oosiyazi)

  • 1

    witchdoctor
    diviner
    person with psychic knowledge
    Bafika ePafo, bafumana siyazi uthile They arrived at Pafo and found a certain diviner