Inguqulelo ka usomashishini ingesiNgesi:

usomashishini

business person

isibizo (class 1a, isininzi oosomashishini)

  • 1

    business person
    UThantaswa ngusomashishini ophumeleleyo waseGucwa Thantaswa is a successful business person in Butterworth