Inguqulelo ka utolo ingesiNgesi:

utolo

arrow

isibizo (class 11, isininzi iintolo)

  • 1

    (weapon)
    arrow
    Wafela kwalapho kuba utolo lwalunetyhefu He died there and then because the arrow was poisonous
  • 2

    (symbol)
    arrow
    Landela iintolo ezalathe esangweni Follow the arrows that point to the gate