Inguqulelo ka wona ingesiNgesi:

wona

it

isimelabizo soqobo

  • 1

    it
    Wona (umdlalo weqonga) wohluka ngantoni kwifilimu? How does it (the stage play) differ from a film?
  • 2

    they
    Wona (amaphephandaba) ayevalwe umlomo They (the newspapers) were banned