Inguqulelo ka xeshikweni ingesiNgesi:

xeshikweni

when

isihlanganisi

  • 1

    when
    while
    Kwasekurhatyele xeshikweni la maqela mabini ayefikelele kwesi sigqibo It was already late when these two groups reached this decision
  • 2

    when
    Yayimingaphi iminyaka yabo xeshikweni besweleka? How old were they when they died?