Inguqulelo ka xhonkxosholo ingesiNgesi:

xhonkxosholo

isifanekisozwi

  • 1

    of standing tensely in a group
    Abasebenzi babethe xhonkxosholo, bothukile The workers were standing tensely in groups, in shock
    Amakhwenkwe ayethe xhonkxosholo phaya ngasemnyango exhome amehlo The boys stood around tensely in a group at the door with their eyes downcast