Inguqulelo ka yalo ingesiNgesi:

yalo

her/his/its

isimnini

  • 1

    her/his/its
    Igunya liya kuyisebenzisa imali ukwenza imisebenzi yalo The authority will use the money to do its work
  • 2

    her/his/its
    Uhlanga ngalunye lunemikhwa yalo Each race has its own traditions
  • 3

    her/his/its
    Ilungu ngalinye liza kunikwa inombolo yalo Each member will be given her number
  • 4

    her/his/its
    Undwendwe luzichazile imvelaphi yalo The guest has explained his business