Inguqulelo ka zona ingesiNgesi:

zona

they

isimelabizo soqobo

  • 1

    they
    Zona (izibaluli) zahlukile kwiziphawuli They (relatives) are different from adjectives
    Zona (iigusha) bezibiwa zize zigcinwe endlwini emini They (the sheep) were stolen and kept in a house during the day