Inguqulelo ka abdomen in isiXhosa

abdomen

isisu

Ubizo-magama /ab-duh-muhn/

isibizoPlural abdomens

  • 1

    isisu
    The muscles of David's abdomen are strong Izihlunu zesisu sikaDavid zomelele
  • 2

    umnqe
    An insect's body has three parts: a head, a thorax and an abdomen Umzimba wesinambuzane unezahlulo ezithathu: intloko, isifuba nomnqe