Inguqulelo ka above in isiXhosa

above

-phezu kwa-

Ubizo-magama /uh-buv/

isihlomelo & preposition

  • 1

    -phezu kwa-
    ngaphezu kwa-
    ngentla kwa-
    Look at the clouds above us Jonga amafu aphezu kwethu
    Choose a number that's above 100 Khetha inani elingaphezu kwe-100
    Bongi is in the grade above me UBongi ukwibanga elingentla kwelam