Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika abuse in isiXhosa

: abuse1abuse2

abuse1

impathombi

Ubizo-magama /uh-byooss/

isibizo

  • 1

    impathombi
    You can phone Childline to report abuse of children Ungafowunela uChildline uxele impathombi yabantwana
  • 2

    ukusebenzisa kakubi
    His abuse of drugs caused him to fail his exams Ukuzisebenzisa kakubi kwakhe iziyobisi kumenze ukuba atshone iimviwo zakhe

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika abuse in isiXhosa

: abuse1abuse2

abuse2

-phatha kakubi

Ubizo-magama /uh-byooz/

isenziabused, abusing

  • 1

    -phatha kakubi
    -ngcungcuthekisa
    He abused his dog by beating it Uyiphethe kakubi inja yakhe ngokuyibetha
  • 2

    (verbally)
    -phatha kakubi
    -ngxolisa
    -ngcikiva
    She abuses me by shouting at me Undiphatha kakubi ngokundingxolisa
  • 3

    (sexually)
    -xhaphaza ngokwesondo
    We do not tolerate men who abuse children sexually Asiwanyamezeli amadoda axhaphaza abantwana ngokwesondo