Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika aerial in isiXhosa

: aerial1aerial2

aerial1

i-eriyali

Ubizo-magama /air-ee-uhl/

isibizoPlural aerials

  • 1

    i-eriyali
    We have a TV aerial on our roof Sine-eriyali yethivi phezu kophahla lwendlu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika aerial in isiXhosa

: aerial1aerial2

aerial2

-omoya

Ubizo-magama /air-ee-uhl/

isiphawuli

  • 1

    -omoya
    -emoyeni
    When you fly above the town, you have an aerial view of it Xa ubhabha ngenqwelomoya phezu kwedolophu, ufumana umfanekiso wayo wasemoyeni