Inguqulelo ka against in isiXhosa

against

-chasene

Ubizo-magama /a-genst or a-gaynst/

preposition

  • 1

    -chasene
    -nxamnye
    We are against smoking in trains Sichasene nokutshaya koololiwe
  • 2

    na-
    We played against their team and won Sidlale neqela labo saze saphumelela
  • 3

    Put the ladder against the wall Yayamisa ileli eludongeni
    He sat against a tree Wahlala emthini