Inguqulelo ka agree in isiXhosa

agree

-vumelana

Ubizo-magama /uh-gree/

isenziagreed, agreeing

  • 1

    -vumelana
    -ngqinelana
    Dumi says it's a good school, and I agree UDumi uthi sisikolo esilungileyo yaye nam ndiyavumelana naye
    Athabile agrees with us UAthabile uyangqinelana nathi
  • 2

    -vuma
    I agreed to pay him R300 Ndavuma ukumhlawula ama-R300