Inguqulelo ka ahead in isiXhosa

ahead

-phambili

Ubizo-magama /uh-hed/

isihlomelo

  • 1

    -phambili
    phambi kwa-
    Bongi ran ahead of us UBongi ubaleke phambili kuthi
    → Antonym of behind
    Sue is two grades ahead of me at school USue uphambili ngamabanga amabini kum esikolweni