Inguqulelo ka analysis in isiXhosa

analysis

uxilongo

Ubizo-magama /uh-nal-uh-siss/

isibizoPlural analyses

  • 1

    uxilongo
    The analysis of your blood shows that you lack iron Uxilongo lwegazi lakho lubonisa ukuba iayoni iyasilela
  • 2

    uhlalutyo
    I read your analysis of the novel Ndilufundile uhlalutyo lwakho lwenoveli