Inguqulelo ka area in isiXhosa

area

ingingqi

Ubizo-magama /air-ri-uh/

isibizoPlural areas

  • 1

    ingingqi
    ummandla
    isiphaluka
    In which area do you live? Uhlala kweyiphi ingingqi?
  • 2

    izibalo
    ieriya
    To calculate the area of this rectangle, multiply the height by the length: 1 cm x 3 cm = 3 square cm. The area is 3 square cm or 3 cm² Xa ubala ieriya yolu xande, phindaphinda umphakamo ngobude: 1cm x 3cm = 3 square cm. Ieriya yi-3 square cm okanye 3 cm²
    • the measurement of the total surface of any shape or object
    • umlinganiselo womphandle wonke wayo nayiphi na imilo okanye into