Inguqulelo ka bad in isiXhosa

bad

-bolile(yo)

Ubizo-magama /bad/

isiphawuliworse, worst

  • 1

    -bolile(yo)
    Throw away the bad apples Lahla kude ama-apile abolileyo
    → Synonym of rotten
  • 2

    -ngcolile(yo)
    -khohlakeleyo
    They are bad men Bangamadoda angcolileyo
    → Synonym of evil
    → Antonym of good
  • 3

    -bi
    I have bad news for you Ndineendaba zakho ezimbi
    → Antonym of good
  • 4

    -bi
    -masikizi
    The bus had a bad crash Ibhasi ibe nentlekele emasikizi
    She has bad TB Unesifo sephepha esibi