Inguqulelo ka bag in isiXhosa

bag

ingxowa

Ubizo-magama /bag/

isibizoPlural bags

  • 1

    ingxowa
    ibhegi ngokungekho sikweni
    Take your school bag Thatha ingxowa yesikolo yakho
    a plastic bag ingxowa yeplastikhi
  • 2

    (handbag)
    ibhegi
    My sister keeps her ID and money in her bag Udade wethu ugcina isazisi sakhe kunye nemali ebhegini yakhe