Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bear in isiXhosa

: bear1bear2

bear1

-thwala

Ubizo-magama /bair/

isenzibore, bearing, borne

  • 1

    -thwala
    Can this chair bear my weight? Esi situlo singabuthwala ubunzima bam?
    → Synonym of support
  • 2

    -nyamezela
    I couldn't bear the pain so I went to the doctor Andikwazanga kunyamezela intlungu, ngoko ke ndiye kwagqirha

Usetyenziso

Don't confuse 'bear' with 'bare'.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bear in isiXhosa

: bear1bear2

bear2

ibhere

Ubizo-magama /bair/

isibizoPlural bears

  • 1

    ibhere
    Bears are large wild animals that live in North America IIbhere zizilwanyana zasendle ezikhulu ezihlala kumNtla Melika