Inguqulelo ka beautiful in isiXhosa

beautiful

-hle

Ubizo-magama /byoo-ti-fuul/

isiphawulimore beautiful, most beautiful

  • 1

    -hle
    He's a beautiful child Ungumntwana omhle
    She is a beautiful girl Uyintombazana entle
    What a beautiful garden! Ayintle le gadi!
  • 2

    -hle
    -mnandi
    The weather was beautiful Imozulu yayibintle