Inguqulelo ka bed in isiXhosa

bed

ibhedi

Ubizo-magama /bed/

isibizoPlural beds

  • 1

    ibhedi
    umandlalo
    Why is Ann asleep on Zanele's bed? Kutheni uAnn elele ebhedini kaZanele nje?
  • 2

    ibhedi yezityalo
    isityalelo
    Plant carrots in this bed Tyala iminqathe kwesi sityalelo
  • 3

    intsele
    The river has a sandy bed Umlambo unentsele enentlabathi

Usetyenziso

Note that 'Go to bed' is usually translated as 'Hamba uye kulala'. A typical translation of the sentence 'Busi is in bed' would be 'UBusi ulele'.