Inguqulelo ka biography in isiXhosa

biography

ibali ngobomi bomntu othile

Ubizo-magama /by-og-ruh-fee/

isibizoPlural biographies

imbali uncwadi

  • 1

    ibali ngobomi bomntu othile
    Have you read the biography of Sol Plaatje? Wakhe walifunda ibali ngobomi bukaSol Plaatje?
    → Compare autobiography
    • the story of a person's life, which is written by another person
    • ibali lobomi bomntu, elibhalwe ngomnye umntu