Inguqulelo ka bounce in isiXhosa

bounce

-betheka ibuye

Ubizo-magama /bownss/

isenzibounced, bouncing

  • 1

    -betheka ibuye
    -bhampa
    The ball bounced off the wall Ibhola ibhampe eludongeni yabuya
  • 2

    -tsibatsiba
    -xhumaxhuma
    Children are bouncing on the bed Abantwana baxhumaxhuma ebhedini