Inguqulelo ka brainstorm in isiXhosa

brainstorm

-xulusha

Ubizo-magama /brayn-stawm/

isenzibrainstormed, brainstorming

  • 1

    -xulusha
    When you brainstorm, you approach a problem or a question by thinking of many ideas in a short time Xa nixulusha nivelela ingxaki okanye umbuzo ngokucinga ngezimvo ezininzi ngexeshana elifutshane