Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika break in isiXhosa

: break1break2

break1

-aphula

Ubizo-magama /brayk/

isenzibroke, breaking, broken

  • 1

    -aphula
    Sorry, I broke a cup Uxolo, ndaphule ikomityi
  • 2

    -aphula
    I will never break my promise to help you Andisoze ndisaphule isithembiso sokukunceda
  • 3

    -aphuka
    The cup broke Ikomityi yaphukile
  • 4

    (machines, phones etc.)
    -onakala
    A phone will break (=stop working) if you drop it in water Ifowuni iya konakala ukuba uyiwise emanzini

Usetyenziso

Notice the difference between '-aphula' and '-aphuka' in the examples above. '-aphula' is used transitively to mean the act of breaking something, but '-aphuka' is used intransitively.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika break in isiXhosa

: break1break2

break2

ikhefu

Ubizo-magama /brayk/

isibizoPlural breaks

  • 1

    ikhefu
    Let's take a break from work Masithathe ikhefu emsebenzini
    At school we have break at 10:30 Esikolweni sinekhefu ngecala emva kwentsimbi yeshumi

Usetyenziso

Don't confuse 'break' with 'brake'.