Inguqulelo ka broadcast in isiXhosa

broadcast

-sasaza

Ubizo-magama /brawd-kaast/

isenzibroadcast, broadcasting

  • 1

    -sasaza
    The SABC broadcasts news every day I-SABC isasaza iindaba yonke imihla

Inguqulelo ka broadcast in isiXhosa

broadcast

usasazo

Ubizo-magama /brawd-kaast/

isibizo

  • 1

    usasazo
    Watch the TV broadcast about Zimbabwe Bukela usasazo lwethivi ngeZimbabwe

Inguqulelo ka broadcast in isiXhosa

broadcast

usasazo

Ubizo-magama /brawd-kaast/

isibizo

  • 1

    usasazo
    Watch the TV broadcast about Zimbabwe Bukela usasazo lwethivi ngeZimbabwe