Inguqulelo ka brother in isiXhosa

brother

ubhuti

Ubizo-magama /bruth-uh/

isibizoPlural brothers

  • 1

    ubhuti
    Simele told his brother USimele umxelele ubhuti wakhe
  • 2

    umzalwana
    The priest said we are all his brothers Umfundisi uthe sonke singabazalwana bakhe

Usetyenziso

'Ubhuti' is used very widely for 'brother'. 'Umntakwethu', 'umntakwabo' and 'umntakwenu' refer to sisters also. For example, 'umntakwabo' can also mean 'his brother' or 'his sister'.