Inguqulelo ka calculation in isiXhosa

calculation

ubalo

Ubizo-magama /kal-kyoo-lay-shuhn/

isibizoPlural calculations

izibalo

  • 1

    ubalo
    ukubala
    Can you do this calculation? Ungakwazi ukulwenza olu balo?
    • the process of using mathematics to work something out
    • inkqubo yokusebenzisa ulwazi ngezibalo ukufumanisa into ethile