Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika call in isiXhosa

: call1call2

call1

-biza

Ubizo-magama /kawl/

isenzicalled, calling

  • 1

    -biza
    The teacher is calling us Utitshala uyasibiza
  • 2

    -khwaza
    Call for help! Khwaza ucele uncedo!
  • 3

    -thiya
    -biza
    We want to call the baby Zinzi Sifuna ukuluthiya igama elinguZinzi usana
    This bird is called a guineafowl Le ntaka ibizwa ngokuba yimpangele
  • 4

    -fowunela
    -tsalela umnxeba
    -tsalela ngokungekho sikweni
    I'll call Tom on my cellphone Ndiza kumfowunela uTom kunomyayi wam

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika call in isiXhosa

: call1call2

call2

umkhwazo

Ubizo-magama /kawl/

isibizoPlural calls

  • 1

    umkhwazo
    We heard a call for help Sive ngomkhwazo omkhulu ocela uncedo
  • 2

    ukufowunela
    ukufowunelwa
    ifowuni
    ukufowuna
    I need my phone; I'm expecting a call Ndifuna ifowuni yam, ndilindele ukufowunelwa