Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika can in isiXhosa

: can1can2

can1

-nga-

Ubizo-magama /kan/

isenzicould

  • 1

    -nga-
    -ba nakho
    Can I come in? Ndingangena?
    We can go Singahamba
    It's easy to change a tyre; you can do it yourself Kulula ukutshintsha ithayara; unakho ukulitshintsha ngokwakho
  • 2

    -azi
    I can speak Sesotho Ndiyakwazi ukuthetha isiSuthu
    John can swim but his little brother can't UJohn uyakwazi ukuqubha kodwa ubhuti wakhe omncinane akakwazi

Usetyenziso

The opposite of 'can' is 'cannot'. It is unusual because you write it as one word.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika can in isiXhosa

: can1can2

can2

itoti

Ubizo-magama /kan/

isibizoPlural cans

  • 1

    itoti
    inkonkxa
    Buy a can of beans Thenga itoti yeembotyi