Inguqulelo ka centre in isiXhosa

centre

umbindi

Ubizo-magama /sen-tuh/

isibizoPlural centres

  • 1

    umbindi
    umphakathi
    isenta ngokungekho sikweni
    The flower has a purple centre Intyatyambo inomphakathi omsobo
  • 2

    imidlalo
    umdlali wesenta
    isenta
  • 3

    izibalo
    umbindi
    Measure the radius of the circle from the centre to the outside curve Meta ireyidiyasi yesangqa usukele embindini uye ngaphandle
    • the middle point of a shape or an object
    • umbindi wemilo okanye wento