Inguqulelo ka clan in isiXhosa

clan

abesiduko esinye

Ubizo-magama /klan/

isibizoPlural clans

  • 1

    abesiduko esinye
    amathile
    A clan is a group of families who are related Amathile liqela labantu abanesiduko esinye abazalanayo

Usetyenziso

You can find out what a person's clan name is by asking "Ungumni?"