Inguqulelo ka commit in isiXhosa

commit

-enza

Ubizo-magama /kuh-mit/

isenzicommitted, committing

  • 1

    -enza
    He committed a crime so will go to jail Wenza ulwaphulo-mthetho ngoko ke uza kuya entolongweni
  • 2

    -bophelela
    -nikezela
    Will you commit to paying Zanele's school fees? Uya kuzinikezela ekuhlawuleni imali yesikolo kaZanele?