Inguqulelo ka communism in isiXhosa

communism

ubukomanisi

Ubizo-magama /kom-yoo-niz-uhm/

isibizo

imbali

  • 1

    ubukomanisi
    • a political and economic system in which the state controls industry, land and services, and which aims to treat everyone equally
    • inkqubo yezopolitiko noqoqosho apho umbuso ulawula ezoshishino, umhlaba neenkonzo, ujonge ekuphatheni wonke umntu ngokulinganayo