Inguqulelo ka contact in isiXhosa
contact
-qhagamshelana
Ubizo-magama /kon-takt/
isenzicontacted, contacting
1
-qhagamshelana-nxibelelana-dibanaContact your friends and invite them to the party — Qhagamshelana nabahlobo bakho uze ubamemele ethekweni
Inguqulelo ka contact in isiXhosa
contact
uqhagamshelwano
Ubizo-magama /kon-takt/
isibizo
1
uqhagamshelwanoI have no contact with Mr Gwala — Andinaluqhagamshelwano noMnu uGwala
Inguqulelo ka contact in isiXhosa
contact
uqhagamshelwano
Ubizo-magama /kon-takt/
isibizo
1
uqhagamshelwanoI have no contact with Mr Gwala — Andinaluqhagamshelwano noMnu uGwala