Inguqulelo ka cube in isiXhosa

cube

Ubizo-magama /kyoob/

isibizoPlural cubes

izibalo

  • 1

    into emacala mathandathu azizikwere ezilinganayo
    ityhubhu
    Make a cube from cardboard Yenza ityhubhu ngekhadibhodi
    • a solid shape like a box, with six square sides that are all the same size
    • imilo eqinileyo njengebhokisi, enamacala amathandathu azizikwere ezilinganayo