Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika desert in isiXhosa

: desert1desert2

desert1

intlango

Ubizo-magama /dez-uht/

isibizoPlural deserts

  • 1

    intlango
    inkqantosi
    Most deserts are hot, sandy places where nothing grows Iintlango ezininzi zishushu, zinentlabathi apho kungahlumi nto

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika desert in isiXhosa

: desert1desert2

desert2

-shiya

Ubizo-magama /di-zert/

isenzideserted, deserting

  • 1

    -shiya
    -lahla
    -qhwesha
    If you desert your children, they will grow up without parents Xa ushiya abantwana bakho, baya kukhula bengenabazali

Usetyenziso

Note that the noun 'desert' is pronounced differently from the verb. Don't confuse 'desert' with 'dessert'.