Inguqulelo ka different in isiXhosa

different

-ahlukile(yo)

Ubizo-magama /dif-ruhnt/

isiphawulimore different, most different

  • 1

    -ahlukile(yo)
    ahlukene(yo)
    My phone is different from yours Ifowuni yam yahlukile kweyakho
    Every child is different Umntwana ngamnye wahlukile
    This book is different to that book Le ncwadi yahlukile kuleya incwadi

Usetyenziso

It is correct to say 'different from' and 'different to'.