Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika direct in isiXhosa

: direct1direct2

direct1

-alathisa

Ubizo-magama /dy-rekt/

isenzidirected, directing

  • 1

    -alathisa
    -khombisa
    -bonisa
    Please direct me to the station Nceda undalathise indlela eya esitishini
  • 2

    -lawula
    Bonnie wants to direct a film UBonnie ufuna ukulawula ifilim

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika direct in isiXhosa

: direct1direct2

direct2

-the ngqo

Ubizo-magama /dy-rekt or di-rekt/

isiphawulimore direct, most direct

  • 1

    -the ngqo
    -the tse
    Take the most direct road from home to school Thatha eyona ndlela ithe ngqo esuka ekhaya isiya esikolweni