Inguqulelo ka disappear in isiXhosa

disappear

-thi shwaka

Ubizo-magama /diss-uh-peer/

isenzidisappeared, disappearing

  • 1

    -thi shwaka
    -thi pheselele
    -nyamalala
    My brother disappeared behind a tree Umnakwethu wathi pheselele ngaphaya komthi
  • 2

    -phela
    -zimela
    -nyamalala
    The mist disappears when the sun comes out Inkungu iyaphela lisakuphuma ilanga