Inguqulelo ka distinct in isiXhosa

distinct

-cacile(yo)

Ubizo-magama /diss-tinkt/

isiphawulimore distinct, most distinct

  • 1

    -cacile(yo)
    There's a distinct smell of smoke Kukho ivumba lomsi elicacileyo
  • 2

    -ahlukene(yo)
    -ahlukile(yo)
    -cacile(yo)
    IsiXhosa and isiZulu are two distinct languages IsiXhosa nesiZulu ziilwimi ezimbini ezahlukeneyo